Jeremiah 10:3 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba amasiko ezizwe engendawo: ngokuba kugaulwa umti ehlatini, umsebenzi wezandla zencibi, ngezembe.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngokuba imimiselo yezizwe ayinto yanto. Kuba izithixo zingumthi ogawulwe ehlathini, sisenzo sezandla zengcibi ngezembe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba azinto zanto izithethe zabantu, ekubeni umntu egawula umthi ehlathini, umsebenzi wezandla zakhe usebenza ngezembe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Amasiko eentlanga angamampunge nje. Bagawula umthi ehlathini, ziwuqingqe ngesixholo iingcibi,