Jeremiah 10:5 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Banjengomti wepalime osetyenziweyo, abangetete; bafanele ukutwalwa, ngokuba bengenakuhamba: ningaboyiki; ngokuba bangenze okukohlakeleyo, kanjalo nokwenza okulungileyo akuko nabo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Zinjengentsika echweliweyo, azithethi; zimele ukuthwalwa, ngokuba zingenakuhamba. Musani ukuzoyika; kuba azinakwenza bubi; kwanokulungisa azinako.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Zintle njengesundu, azithethi; kufuneka bathwale kuba abakwazi ukuhamba. Musani ukuboyika; ngokuba azinakwenza bubi, azikuboni okulungileyo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
*Oothixo abanjalo bafana nonomgogwana oxhonywe entsimini yentyabontyi: abakwazi kuthetha, bayathwalwa kuba abakwazi kuhamba. Musani ukuboyika: akukho nto imbi banganenza yona, kungekho nanto banokunceda ngayo.”