Jeremiah 11:2 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Yivani amazwi olucebano, nitete kuwo amadoda akwa‐Juda, nakubo abemi base‐Yerusaleme;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Waveni amazwi alo mnqophiso, nithethe kumadoda akwaYuda, nakubemi baseYerusalem;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Waveni amazwi alo mnqophiso, nithethe kumadoda akwaYuda, nakubemi baseYerusalem;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“Phulaphula le miqathango yomnqophiso, uyixelele abantu bakwaJuda kunye nabo bonke abemi baseJerusalem.