Jeremiah 11:21 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngako oko, utsho uyehova ngawo amadoda ase‐Hanatote, abufunayo ubomi bako, esiti: Ungaprofiteshi egameni likayehova, ukuze ungafi ngesandla setu;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngako oko, utsho uYehova ngamadoda aseAnatoni, awungxameleyo umphefumlo wakho, esithi, Uze ungaprofeti egameni likaYehova, ukuze ungafi ngezandla zethu;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi ke uYehova ngabantu baseAnatoti, abawunqwenelayo umphefumlo wakho, abo bathi, Uze ungaprofeti egameni likaYehova, hleze sikubulale ngezandla zethu.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngenxa yoko naku okuthethwa nguNdikhoyo malunga nabantu baseAnatoti abazungula ubomi bakho besithi: “Musa ukuba sashumayela ngegama likaNdikhoyo, hleze sikubulale ngezandla zethu.”