Jeremiah 11:23 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
kwaye kungayi kubako isisalela kuwo: ngokuba ndiya kuzisa ilishwa pezu kwamadoda ase‐Hanatote, umnyaka wokwohlwaywa kwawo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Akuyi kubakho masalela kubo, ngokuba ndiwazisela ububi amadoda aseAnatoti, umnyaka wokuvelelwa kwawo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Akuyi kubakho masalela kubo, ngenxa yokuba ndiwazisela intlekele amadoda aseAnatoti ngonyaka wokukohlwaya kwawo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Akuyi kusinda nempunde le, kuba ndiwazisela ishwangusha amadoda aseAnatoti ngonyaka wokubohlwaya kwam.”