Jeremiah 11:5 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
ukuze ndiqinise isifungo, endafunga ngaso koyihlo benu, sokuba ndibanike ilizwe elela ubisi nobusi, njengokuba kunjalo namhla nje. Ndaza ndapendula ndati: Amene, Yehova!
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
ukuze ndisimise isifungo endasifungela ooyihlo, ukuba ndibanike ilizwe elibaleka amasi nobusi, njengoko kunjalo namhla. Ndaphendula mna, ndathi, Amen, Yehova.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
ukuze ndisimise isifungo endasifungela ooyihlo, sokuba ndibanike ilizwe elibaleka amasi nobusi, njengoko kunjalo namhla. Ndaphendula ndathi, Makube njalo, Yehova!
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
nokuze isifungo endasenza kooyihlo-mkhulu sokubanika ilizwe lobusi nobisi ndisiphumeze.’ Ngulo mhlaba nimi kuwo namhlanje.” Ndaphendula ndathi: “Ewe, amen, Ndikhoyo.”