Jeremiah 11:7 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba ndanqi̔nisa kunene koyihlo benu, mhlana ndabanyusayo elizweni le‐Jipete, kwada kwanamhla nje, ndivuka kusasa ndinqi̔nisa, ndisiti: Yivani ilizwi lam.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngokuba ndaqononondisa ndiqononondisa koyihlo, mhla ndabakhuphayo ezweni laseYiputa unanamhla, ndiqononondisa kwakusasa, ndisithi, Liphulaphuleni ilizwi lam.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba ndabakhalimela kakhulu ookhokho benu ngomhla endabakhupha ngawo ezweni laseYiputa de kwayile mini, ngoxa ndandivuka ekuseni ndaza ndabaluleka ndisithi, ‘Liphulaphuleni ilizwi likabani.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Okoko ndabakhupha eJiputa ookhokho benu ndasoloko ndigxininisa izihlandlo ngezihlandlo ndisithi kubo: “Ndithobeleni.”