Jeremiah 11:9 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza uyehova wati kum: Kufunyanwa ingcebiswano pakati kwamadoda akwa‐Juda, napakati kwabemi base‐Yerusaleme.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
UYehova wathi kum, Kufunyenwe iyelenqe phakathi kwamadoda akwaYuda, naphakathi kwabemi baseYerusalem.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi uYehova kum, Kufunyenwe iyelenqe phakathi kwamadoda akwaYuda naphakathi kwabemi baseYerusalem.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Uthe uNdikhoyo kum: “Kukho iyelenqe elenziwa ngabantu bakwaJuda nabaseJerusalem.