Jeremiah 12:16 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kwakuya kuti, ukuba baya kukutala ukufunda indlela zabantu bam, bafunge igama lam ngokuti: Ehleli nje uyehova! njengokuba bebefundisa abantu bam ukufunga u‐Bali, baya kwandula bakiwe pakati kwabantu bam.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kothi, ukuba bathe bazifunda ngenkuthalo iindlela zabantu bam; ukuba bafunge igama lam, bathi, Ehleli nje uYehova, njengoko babafundisayo abantu bam ukufunga uBhahali; baze bakheke phakathi kwabantu bam.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Akwaba bebengazifunda iindlela zabantu bam, bafunge igama lam, bathi, Ehleli nje uYehova! njengoko babafundisayo abantu bam ukuthetha ngoBhahali; baya kwakhiwe khona phakathi kwabantu bam.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kuya kuthi xa bazifundisisile iindlela zabantu bam, bafunge nangegama lam, bathi: ‘Ekho nje uNdikhoyo’ – nanjengoko bebebafundisa abantu bam ukufunga ngoBhali – nabo ndiya kubazinzisa phakathi kwabantu bam.