Jeremiah 12:6 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba kwa abazalwana bako, nendlu kayihlo, kwa bona bayakupata ngenkohliso, kwa bona bayabiza emva kwako kakulu: zungakolwa ngabo, nangona bateta kuwe ngobuhlobo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngokuba nabazalwana bakho, nendlu kayihlo, banginizile kuwe nabo; bayamemeza emva kwakho nabo ngezwikazi elikhulu. Musa ukukholwa ngabo, xa bathetha izinto ezilungileyo kuwe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngokuba nabazalwana bakho, nabendlu kayihlo, banginizile kuwe; ewe, bayakubiza emva kwakho; musa ukukholwa ngabo, nokuba bathetha amazwi amnandi kuwe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ujikelwe ngabantakwenu nendlu kayihlo, bazimisela ukukwenzakalisa. Uze ungaze ubathembe, nokuba bathetha kamnandi nawe.