Jeremiah 13:14 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ndandiya kubakahlelisa omnye ngakuye omnye, kwa oyise nonyana ndawonye, utsho uyehova; andiyi kuba nanceba, andiyi kuba nalusizi, andiyi kuba nataṙu, ukuba ndingabatshabalalisi.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
ndibahlekezele elowo kuwabo, ooyise noonyana kunye, utsho uYehova. Andiyi kuba nalufefe, andiyi kuba nanceba, andiyi kuba namfesane, ukuba ndingabonakalisi.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
ndibaqobe, ooyise noonyana kunye, utsho uYehova; andiyi kuba nanceba, andiyi kuthenga, andiyi kuba nanceba, ndibatshabalalise.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ndiza kubakhandanisa omnye nomnye, ooyise noonyana, utsho uNdikhoyo. Usizi nenceba nemfesane ndiza kuziphosa ngasemva zingandinqandi ekubatshabalaliseni.’ ”