Jeremiah 13:18 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Yiti kuye ukumkani nakuyo inkosikazi: Zigobeni, hlalani pantsi; ngokuba kuya kuhla ezintlokweni zenu ikrone yenkazimlo yenu.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Yithi kukumkani nakwinkosikazi, Zithobeni, hlalani phantsi; ngokuba siyehla ezintlokweni zenu isithsaba sokuhomba kwenu.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Yithi kukumkani nakwinkosikazi, Zithobeni, hlala phantsi; ngokuba baya kuhla abathetheli bakho, isithsaba sozuko lwakho.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Mxeleleni ukumkani kunye nonina ukumkanikazi, nithi: “Zithobeni; hlalani phantsi; kuba izithsaba zokuhlonipheka kwenu zithulwe ezintlokweni zenu.”