Jeremiah 13:21 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Woti nina ke, nxa aya kukwohlwaya? ngokuba ubafundisile ukuba zinkosi ezinkulu pezu kwako: aziyi kukubamba inimba na, njengomfazi oza kuzala?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wothini na, xa athe abo ke ubaqhelise ukuba ngamakholwane akho, wabenza bangabaveleli, bayintloko kuwe? Ayiyi kukubamba na inimba, njengomfazi ozalayo?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wothini na, xa athe wakubetha? ngokuba wabafundisa ukuba babe ngabalawuli nabaphathi bakho;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Uya kuthini xa abo ububafundisa bengabahlobo, sele benikwe amagunya phezu kwakho? Akuyi kufikelwa yintlungu na okomfazi osikwa yinimba?