Jeremiah 13:23 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Um‐Tiyopiya uya kuyiguqula intlonze yake na? umhlaumbi ingwe amabala ayo na? oko nani niya kwenza okulungileyo, eniqeleyo ukwenza okukohlakeleyo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
UmKushi unokuluguqula na ulusu lwakhe, nengwe inokuwaguqula na amabala ayo? ningaba ke ninako ukulungisa nani, baqhele ukwenza okubi.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
UmKushi unokuluguqula na ulusu lwakhe, nengwe inokuwaguqula na amabala ayo? kulapho ke niyakwazi ukwenza okulungileyo, nina baqhele ukwenza okubi.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Angalijika na ibala lolusu lwakhe umKushe? Yona ingwe ingawajika amabala ayo? Nani eniqhele imikhwa emibi aninakujika nenze okulungileyo.