Jeremiah 13:6 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kwaye kute ekupeleni kwemihla emininzi, wandula uyehova wati kum: Suka, uye em‐Ferate, uwususe kwa lapo umbinqo, endibe ndikuyalela ukuba uwufihle kona.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kwathi, ekupheleni kwemihla emininzi, wathi uYehova kum, Suka uye emEfrati, uwuthabathe khona umbhinqo endakuwisela umthetho ngawo, ukuba uwufihle khona.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kwadlula imihla emininzi, wathi uYehova kum, Suka uye emEfrati, ubuthabathe ubutyebi endakuwisela umthetho ngako, ukuba uwufihle khona.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Emva kwexesha elide wabuya wathi kum uNdikhoyo: “Yiya e-Efrati, ufike uthathe laa bhanti ndandithe yifihle khona.”