Jeremiah 14:11 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza wati uyehova kum: Ungatandazeli ababantu ngenxa yokulunga kwabo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi uYehova kum, Musa ukubathandazela aba bantu, ukuba kulunge kubo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi uYehova kum, Musa ukuluthandazela olu hlanga;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Uthe kum uNdikhoyo: “Aba bantu uze ungabacengeli kum ukuba kulunge kubo.