Jeremiah 15:14 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ndandiya ku ku dlulisa kunye nentshaba zako ukuya elizweni ungalaziyo; ngokuba umlilo upenjiwe ngengqumbo yam, uya kutsha pezu kwenu.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
ndibuweze neentshaba zakho, ndibuye ezweni ongalaziyo;ngokuba kuphenjwe umlilo ngomsindo wam, uvutha phezu kwenu.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ndiya kukuwelisa neentshaba zakho, uye ezweni ongalaziyo, ngokuba umlilo ophenjwe ngumsindo wam uya kukutshisa.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ndiya kukunikela kwiintshaba zakho, zimke nawe, zikuse ezweni ongalaziyo, kuba ingqumbo yam ivutha okomlilo oya kukutshisa.”