Jeremiah 15:5 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba ngubanina oya kuba nenceba pezu kwako, Yerusaleme? ngubanina noya kukuku̔za? umhlaumbi ngubanina oya kupambuka ukuya kubuza ukupila kwako?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ewe, ngubani na oya kuba nofefe kuwe, Yerusalem? ngubani na oya kukukhuza? ngubani na oya kuphambuka, abuze ukuphila kwakho?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngokuba ngubani na oya kuba nenceba kuwe, Yerusalem? ngubani na oya kunililela? ngubani na oya kuphuma akubuze ukuba unjani na?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“Jerusalem, ngubani owovelana nawe, ingubani oya kukukhuza? Ngubani owozikhathaza ukukubuza impilo?