Jeremiah 15:7 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ndandiya kubela ngento yokwela emasangweni elizwe; ndibahlutile abantu bam abantwana, ndibabubisile, bengabuyanga nje ezindleleni zabo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ndiyabachithachitha ngexhayi emasangweni elizwe, ndibahluthe abantwana abantu bam, ndibatshabalalise, bengabuyi nje ezindleleni zabo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ndiya kubahluza emasangweni elimiweyo; Ndiya kubaphanga oonyana babo, ndibatshabalalise abantu bam, ngokuba abaguqukanga ezindleleni zabo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ndobachitha-chitha kuzo zonke izixeko zeli lizwe, okomququ ophetshethwayo xa kubhulwa. Ndobahlutha inzala abantu bam, ndibatshabalalise, ngenxa yokuba bengafuni kwahlukana nemikhwa emibi.