Jeremiah 16:12 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Nani nigqitisile oyihlo benu ngokwenza okungalungileyo; ngokuba, bona ke, nilandele omnye ngomnye ubulukuni bentliziyo yake ekohlakeleyo, engapulapuli kum.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
nasuka ke nina nenza okubi ngaphezu kooyihlo; nanko, nilandela elowo ubungqola bentliziyo yakhe enobubi, ningandiphulaphuli.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Nenza okubi ngaphezu kooyihlo; kuba, yabonani, elowo kuni uhamba ngobubi bentliziyo yakhe enobubi, ukuze bangandiva.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
‘Kodwa nina niziphethe kakubi nabadlula ookhokho benu: nako elowo elandela ukuqaqadeka kwentliziyo yakhe ekhohlakeleyo endaweni yokuba andiphulaphule mna.