Jeremiah 16:13 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngako ndiya kunigxota kwelilizwe, niye elizweni eningalazanga, kwa nina noyihlo benu; nalapo niya kukonza otixo bambi imini nobusuku, ngokuba ndingayi kuninika ufefe.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ndiya kunijulela ngaphandle kweli lizwe, niye nikhonzele khona apho thixo bambi imini nobusuku; ngokuba ndingayi kuba natarhu kuni.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ndiya kunilahla kweli lizwe, ndinise ezweni eningalaziyo, nina nooyihlo; bakhonze thixo bambi apho ubusuku nemini; andiyi kuba nanceba kuwe khona.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ndiza kunikhupha kulo mhlaba, ndinise kwilizwe eningalaziyo nina kunye nooyihlo. Apho nonqula *thixo bambi imini nobusuku, kuba andiyi kunisizela konke mna.’ ”