Jeremiah 16:17 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba amehlo am epezu kwendlela zabo zonke; azisitele ebusweni bam; kanjako inkohlakalo yabo ayifihliwe emehlweni am.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngokuba amehlo am akuzo zonke iindlela zabo, azisithele kum; abufihlakele ubugwenxa babo phambi kwamehlo am.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngokuba amehlo am azibonile zonke iindlela zabo; azisithele kum, nenkohlakalo yazo ayifihlakele kwamehlo am.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ndiyayibona into abayenzayo; akukho nto isitheleyo kum; ndiyabubona bonke ubugwenxa babo.