Jeremiah 16:2 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Akuyi kuzeka umfazi, kanjako akuyi kuba nonyana nentombi, kulendawo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Uze ungazeki mfazi, ungabi nanyana nazintombi kule ndawo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Uze ungazeki mfazi, ungabi nanyana nazintombi kule ndawo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“Uze ungakhe uzeke mfazi, uzale oonyana neentombi kule ndawo.