Jeremiah 16:5 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba esitsho uyehova ukuti: Ungangeni endlwini yokukala, ungayi ukubalilela, unga yi nokubaku̔za; ngokuba ndisusile uxolo lwam kubo ababantu, utsho uyehova, kwa n obubele nenceba.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngokuba utsho uYehova ukuthi, Musa ukungena endlwini yesijwili, ungayi kumbambazela, ungabakhuzi; ngokuba ndilususile kwaba bantu uxolo lwam, inceba nemfesane yam; utsho uYehova.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngokuba wathi uYehova, Musani ukungena endlwini yobumnyama, musani ukuya kumbambazela, musani ukubalilela; ngokuba ndilususile kwaba bantu uxolo lwam, inceba nemfesane yam;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ewe, utsho uNdikhoyo kum ukuthi: “Ungaze ungene kumzi apho kuqhutywa isiko lokuzila. Ungazileli okanye ukhuze namnye umntu. Kaloku ndilususile kwaba bantu uxolo lwam; andisayi kuba nanceba nabubele kubo.” Lowo ngumlomo kaNdikhoyo.