Jeremiah 16:8 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Akuyi kungena nasendlwini yomtendeleko, ukuze uhlale nabo ukutya nokusela.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Uze ungangeni endlwini yesidlo, ukuba uhlale nabo, udle, usele.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Uze ungangeni endlwini yomthendeleko, ukuba uhlale nabo, udle, usele.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“Uze ungangeni kumzi onesidlo, ungahlali phantsi utye usele kunye nabo.”