Jeremiah 17:20 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
uti kubo: Yivani ilizwi likayehova, bokumkani bo‐Juda, no‐Juda bonke, nabo bonke abemi base‐Yerusaleme, abangenayo ngalamasango!
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
uthi kubo, Liveni ilizwi likaYehova, ninakumkani bakwaYuda, nani maYuda nonke, nani bemi bonke baseYerusalem, bangenayo ngala masango.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi kubo, Liphulaphuleni ilizwi likaYehova, nina kumkani bakwaYuda, nani maYuda nonke, nani nonke bemi baseYerusalem, bangenayo ngala masango.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Uze uthi kubo: ‘Liveni ilizwi likaNdikhoyo, nina kumkani bakwaJuda, nani bantu bakwaJuda xa ninonke, nabani na ongummi waseJerusalem ongenayo ngala masango.