Jeremiah 17:23 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kodwa abavanga, abatobanga indlebe kanjalo; koko benze lukuni intamo yabo, ukuze bangeva, nokuze bangayamkeli imfundiso.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ke abevanga, abazithobanga iindlebe zabo, bayenza lukhuni intamo yabo, ukuze bangevi, ukuze bangavumi ntethiso.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kodwa abazange baphulaphule, yaye abazange bazinqumle iindlebe zabo, kodwa bazenza lukhuni iintamo zabo ukuze bangeva okanye bangavumi ukuyalelwa.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Abazange bandive ooyihlo-mkhulu; abazange bafune kundihoya. Basuka baba neenkani, abafuna kufunda nto kum, abafuna nokundiphulaphula.”