Jeremiah 18:15 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Noko abantu bam balibele mna, bayaqu̔misela okungendawo: ewe, babaku̔bekisile ezindleleni zabo, emendweni yakudala, ukuba bahambe emizileni, endleleni engapakanyiswanga;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ukanti abantu bam bandilibele; baqhumisela kwizinto ezikhohlakeleyo, zabakhubekisa ezindleleni zabo, emendweni engunaphakade, ukuze bahambe ngeengqushu, ngendlela engalungeleliswanga;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngokuba bendishiyile abantu bam;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kodwa bona abantu bam bandilibele. Bênzela izinto ezingamampunge isiqhumiso, zabakhubekisa kwiindlela zabo, nditsho umendo wamandulo. Baphambukile kwindlela eyiyo, bahamba ngeendledlana ezingalungiswanga.