Jeremiah 18:8 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
ukuba isizwe eso, endibe nditeta ngaso, siyaguquka enkohlakalweni yaso, ndiya kwandula ndibe nosizi pezu kwelishwa, endacinga ukusenza lona.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ukuba ke olo luhlanga lubuyile ezintweni zalo ezimbi, olo ndithethe ngalo, ndozohlwaya ngenxa yobubi, ebe ndisithi ndiza kubenza kulo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ukuba abantu endibathethe nxamnye nabo bayaguquka kubungendawo babo, nam ndiya kuzohlwaya ngenxa yobubi ebendicinga ukubenza kubo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
ze lona olo hlanga luguquke, luyiyeke loo nkohlakalo ebendiluxelele yona, andiyi kukwenza oko bendithe ndokwenza.