Jeremiah 19:1 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Utsho uyehova ukuti: Hamba uzuze igubu lombumbi lodongwe, utabate kwabadala babantu, nakwabadala babaperisite;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Utsho uYehova ukuthi, Yiya uthenge ingqayi yombumbi wezitya zodongwe, uthabathe inxenye yamadoda amakhulu abantu, neyamadoda amakhulu ababingeleli;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi uYehova, Yiya uthabathe imbiza yodongwe kumbumbi, uwuthabathe emadodeni amakhulu abantu, nakumadoda amakhulu ababingeleli;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wathi *uNdikhoyo: “Yiya kuthenga ingqayi yodongwe kumbumbi. Hamba kunye neqela lamadoda amakhulu abantu, kunye neqela lamadoda amakhulu angababingeleli,