Jeremiah 19:8 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ndandiya kusenza esisixeko into yokutelwa nqa, neyokwenzelwa amakwelo: bonke abadlulayo ngakuso boti nqa, benze amakwelo ngenxa yazo zonke izibulawa zaso.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ndiya kuwenza lo mzi ube ngummangaliso nomsondlo; bonke abagqitha kuwo bomangaliswa, benze umsondlo ngazo izibetho zawo zonke.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ndiya kusenza esi sixeko sibe linxuwa nesigculelo; bonke abadlulayo baya kumangaliswa, bengcikive bonke ubugwenxa bakhe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Esi sixeko ndiya kusitsho sibe yinto ekhwankqisayo, into engumbono ongajongekiyo. Wonke ubani odlula kuso uya kothuka kakhulu, athi khumnqa ngenxa yezivubeko zaso.