Jeremiah 19:9 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ndandiya kubadlisa inyama yonyana babo, nenyama yentombi zabo; ewe, baya kudla omnye inyama yomnye, ekuvingcelweni nasekuxinezelweni, abaya kuti intshaba zabo, nabo babufunayo ubomi babo, babaxinezele ngako.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ndiya kubadlisa inyama yoonyana babo nenyama yeentombi zabo, elowo adle inyama yowabo ekungqingweni nasekucuthweni, eziya kubacutha ngako iintshaba zabo, nabawufunayo umphefumlo wabo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ndiza kubadlisa inyama yoonyana babo nenyama yeentombi zabo, yaye ngamnye uya kudla inyama yeqabane lakhe ngenxa yongqingo nokubandezeleka eziya kubohlwaya ngako iintshaba zabo nabo bafuna umphefumlo wabo yona.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ndiza kubenza badle inyama yoonyana babo kunye neyeentombi zabo, elowo atye inyama yomnye ngexesha lentlupheko yabo nokuxinwa kwabo ziintshaba ezizungula ubomi babo.’