Jeremiah 2:10 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba, welelani eziqitini zama‐Kiti, nibone; nitume nase‐Kedare, nigqale kunene, nibone ukuba kuko into enje nje na.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuba welani, niye eziqithini zamaKiti, nibone; nithume nakwaKedare, nigqale kunene, nikhangele ukuba zikhe zakho na izinto ezinjalo;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba welani eziqithini zamaKiti, nibone; thumelani kwaKedare, nigqale, nikhangele, ukuba zikho na izinto ezinjalo na;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Khanikhe niwele niye kwiziqithi zamaKiti, okanye nithumele iintlola eKedare, ziye kuqinisekisa ukuba yakha yakho na into enjengale.