Jeremiah 2:11 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kesanana isizwe otixo na, nangona bengenguye utixo? kanti abantu bam banene ubungcwalisa babo ngento engenakunceda.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
ukuba uhlanga lwakhe lwananisa na ngoothixo balo, bengethixo ke bona? Ke bona abantu bam banane ngozuko lwabo into engancediyo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
ukuba uhlanga lwakhe lwananisa na ngoothixo balo, bengethixo ke bona? kodwa abantu bam baluxabisile uzuko lwabo ngento engancedi nganto.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Lwakha lwakho phi na uhlanga olwananisa ngoothixo balo, noba bengengoothixo ngenene? Kodwa bona abantu bam balananisile iqhayiya labo ngenxa yezinto ezingenaluncedo!