Jeremiah 2:13 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba izikohlakalo zibini bezenzile abantu bam: mna bandishiyile, umtombo wamanzi apilileyo, ukuba bazimbele amacibi, amacibi aqekekileyo, angabambiyo amanzi.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngokuba benze ububi obubini abantu bam: bandishiyile mna, thende lamanzi aphilileyo; bazimbele amaqula, amaqula aqhekekileyo, angagcini manzi.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngokuba benze ububi obubini abantu bam; Bandishiyile mna, thende lamanzi aphilileyo; bazimbele amaqula, amaqula aqhekekileyo, abangenamanzi.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“Kaloku lintlantlu mbini ityala labantu bam: bandishiyile mna, mthombo wamanzi ampompozayo, bazimbela awabo amaqula – amaqula avuzayo ziintanda.”