Jeremiah 2:14 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
U‐Sirayeli usisicaka na? ungozelweyo endlwini na? yinina ke ukuba uba yinto yokupangwa?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
USirayeli ulikhoboka na? Ulelizalelwe ekhaya na?Kungathubani na, ukuba abe yinto ephangiweyo?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
uSirayeli ungumkhonzi na? Ngaba ulikhoboka elizalelwe kuloo ndawo? yini na ukuba abhuqwe?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“Ngaba uSirayeli likhoboka? Ngaba wazalelwa ebukhobokeni na? Ngani ukuba abe lixhoba?