Jeremiah 2:25 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Bamba unyawo lwako lungabi lungenazihlangu, nomqala wako ungabi nanxanwa: kodwa uti: Akuko itemba; hai, ngokuba ndibatandile abasemzini, nasemva kwabo ndiya kuya.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Luthintele unyawo lwakho lungabi ze, nomqala wakho unganxanwa. Uthi ke wena, Kuncamekile; hayi, kuba ndibathandile abasemzini, ndiya kubalandela ke.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Luthintele unyawo lwakho lunxitywe iimbadada, nomqala wakho unganxanwa; kodwa uthe, Akukho themba kuba ndandibathanda abasemzini, ndaza ndabalandela.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Sirayeli, musa ukuzityabula iinyawo ude nomqala wakho utshe kukusukelana nezithixo. Kambe ke uthi: ‘Akusancedi nto; sendithandana noothixo basemzini; andinakungabalandeli.’ ”