Jeremiah 2:34 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kwa semasondweni engubo zako kufunyenwe igazi lemipefumlo yamahlwempu angenatyala; andilifumananga ngokungongxa, koko lipezu kwazo zonke ezi zinto.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kwanasemasondweni akho kufumaneka igazi lemiphefumlo yamahlwempu amsulwa; akuwafumananga egqobhoza zindlu:bekungenxa yoku konke.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kananjalo elucwecweni lwakho kwafunyanwa igazi lemiphefumlo yamahlwempu amsulwa;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Izambatho zakho zilijaja ligazi leendwayi nabantu abamsulwa, ingelilo kambe elezikrelemnqa ozibhaqe ziqhekeza.