Jeremiah 2:35 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Uti noko: Ngokuba ndingenatyala, okunene ingqumbo yake yobuya kum. Bona ke, ndiya kupikisana nawe, ngenxa yokuba uti: Andonanga.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ukanti uthi ke, Ndimsulwa, ewe, umsindo wakhe ubuyile kum.Yabona, ndiya kumangalelana nawe ngenxa yokuba usithi, Andonanga.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Uthi ke, Ndimsulwa, wophuma kum umsindo wakhe. Yabona, ndiya kubambana nawe ngenxa yokuba usithi, Andonanga.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Naxa kunjalo usathi: ‘Ndimsulwa; uNdikhoyo akasenawo umsindo ngakum.’ Kodwa ke mna Ndikhoyo ndiza kukohlwaya naxa usithi akwenzanga sono.