Jeremiah 2:9 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngako oko ndoba ndisapika nani, utsho uyehova; ewe, ndopika nabo abantwana babantwana benu.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngako oko ndisaya kubambana nani, utsho uYehova, ndibambane noonyana boonyana benu.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngako oko, andiyi kuthetha kuni, utsho uYehova, ukuba ndilwe noonyana boonyana benu.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“Ngoko ke ndisanimangalela,” utsho umlomo *kaNdikhoyo. “Ndiya kumangalela kwanezizukulwana zenu.