Jeremiah 20:14 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Mawuqalekiswe umhla endibe ndizalwa ngawo! umhla owandizala ngawo uma̔, maungatanyusanqeliswa!
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Mawuqalekiswe umhla endazalwa ngawo; umhla awandizala ngawo uma mawungasikeleleki.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Mayiqalekiswe imini endazalwa ngayo; Ngamana ungabongwa umhla owandizala ngawo umama.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Unelishwa umhla endazalwa ngawo; mayingathamsanqeliswa imin' uma andizale ngayo.