Jeremiah 20:17 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
ngokuba ingandibulalanga kwa sesizalweni; andule uma̔ abe lincw̔aba lam, nesizalo sake sibe simiti kude kube ngunapakade.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
ngokuba ingandibulalanga kwasesizalweni, waza waba lingcwaba lam uma, isizalo sakhe sahlala sindimithi.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngokuba engandibulalanga kwasesizalweni; okanye umama ube lingcwaba lam, ithanga lakhe lihlale likhulu kunelam.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kaloku yena akazange andibulale ndisesesizalweni, khon' ukuze uma abe lingcwaba lam, sihlale isizalo sakhe sindimithi ngonaphakade.