Jeremiah 21:1 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
ILIZWI elezayo ku‐Jeremiya livela kuyehova, nxa ukumkani u‐Zedekiya watuma u‐Pashure unyana ka‐Malekiya, no‐Tsefaniya unyana ka‐Mahaseya umperisite, baye kuye ukuti:
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ilizwi elafikayo kuYeremiya, livela kuYehova, ekuthumeni kokumkani onguZedekiya ooPashure unyana kaMalekiya, noZefaniya unyana kaMahaseya, umbingeleli, kuye, ukuthi,
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ilizwi likaYehova elafikayo kuYeremiya, ekuthumeni kokumkani uZedekiya kuye uPashure unyana kaMelekiya, noZefaniya unyana kaMahaseya, umbingeleli, kuye, lisithi,
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ilizwi *likaNdikhoyo lavakala kuJeremiya mhla uPashure unyana kaMalkiya, kunye nombingeleli uZefaniya unyana kaMaseya, bathunywayo kuye ngukumkani uZedekiya, besithi: