Jeremiah 21:13 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Bona ke, ndingakuwe, wena uhlalayo emhlanjeni, wena lwalwa lwetafa! utsho uyehova; eniti: Ngubanina oya kuhlela ngakuti? ngubanina noya kungena emakayeni etu?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Yabonani, ndichasene nani, bemi bentili, beliwa lehewu, utsho uYehova; nina bathi, Ngubani na oya kuhla phezu kwethu?ngubani na oya kusingenela emakhaya?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Yabonani, ndibambene nani, bemi bentili, beliwa lehewu, utsho uYehova; abathi, Ngubani na oya kusihlasela? Ngubani na owongena emizini yethu?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“ ‘Ndichasene nawe, Jerusalem, wena othe gcobho kule ntili, wena liwa leli thafa. Lowo ngumlomo kaNdikhoyo. Kaloku uthi: “Ngubani onokusitshabalalisa? Ingubani ongagqobhozayo kwiinqaba zethu?”