Jeremiah 21:14 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba ndiya kunohlwaya njengokwesixakato sezenzo zenu, utsho uyehova; ndandiya kupemba umlilo ehlatini layo, oya kuzidla zonke inqele zayo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ke ndonivelela ngokwesiqhamo seentlondi zenu, utsho uYehova; ndifake isikhuni ehlathini layo, udle umlilo ngeenxa zonke kuyo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ke ndonivelela ngokweentlondi zenu, utsho uYehova; Ndiza kufaka umlilo ehlathini lakhe, kwaye uya kutshisa yonke into ngeenxa zonke kulo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“ ‘Ndiza kunibuyekeza ngokwezenzo zenu. Lowo ngumlomo kaNdikhoyo. Uthi: “Ndiza kuphemba umlilo untumekeke kuloo mahlathi anirhawuleyo, kutshe yonke into kuthi bhuqe.” ’ ”