Jeremiah 21:6 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ndandiya kubeta abemi besisixeko, kwa nabantu nezilo; baya kufa ngesifo esikulu esibubisayo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ndiya kubabetha abemi balo mzi, abantu kwaneenkomo; baya kufa yindyikitya yokufa enkulu.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ndiya kubatshabalalisa abemi balo mzi, abantu neenkomo; ziya kufa sisibetho.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Bonke abemi besi sixeko ndiza kubahlisela isibetho sesifo esibulalayo – nditsho abantu kunye nemfuyo yabo.’