Jeremiah 21:8 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Nakubo ababantu uya kuti: Utsho uyehova: Bona ke, ndimisa pambi kwenu indlela yobomi, nendlela yokufa.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ke kwaba bantu wothi, Utsho uYehova ukuthi, Yabonani, ndibeka phambi kwenu indlela yobomi nendlela yokufa.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi kwaba bantu, Utsho uYehova; Yabonani, ndikubonisa indlela yobomi nendlela yokufa.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“Ngaphezu koko baxelele aba bantu uthi: Utsho uNdikhoyo ukuthi: ‘Khethani phakathi kokufa nokuphila.