Jeremiah 22:1 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
UTSHO uyehova ukuti: Yihla uye endlwini yokumkani wo‐Juda, utete kona elilizwi,
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Utsho uYehova ukuthi, Yihla uye endlwini yokumkani wakwaYuda, uthethe khona eli lizwi, uthi,
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi uYehova; Yihla uye endlwini yokumkani wakwaYuda, uthethe khona eli lizwi,
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Utsho *uNdikhoyo ukuthi: “Yiya ebhotwe lokumkani wakwaJuda, khona uthethe eli lizwi uthi: