Jeremiah 22:12 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
koko aya kufela endaweni apo bamfudusele kona, nelilizwe akayi kubuya alibone.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
ke uya kufela endaweni abamfudusele kuyo, angabi sabuya alibone eli lizwe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kambe ke uya kufela apho abanjwe khona, angabi saphinda alibone eli lizwe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Uya kufela kuloo ndawo athinjelwe kuyo; akasobe abuye alibone eli lizwe.”