Jeremiah 22:18 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngako oko utsho uyehova ngaye u‐Yoyakime unyana ka‐Josiya ukumkani wo‐Juda, ukuti: Abayi kumlilela ngokuti: Au, mkuluwe wam! nokuti: Au, dade! abayi kumlilela ngokuti: Au, nkosi! nokuti: Au, ubungangamsha bake!
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngako oko utsho uYehova ngoYehoyakim unyana kaYosiya, ukumkani wakwaYuda, ukuthi, Abayi kummbambazelela, besithi, Yoo, mnakwethu! yoo, dade wethu! Abayi kummbambazelela, besithi, Yoo, nkosi! Yoo, ndili yakhe!
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi ke uYehova ngoYowakim unyana kaYosiya, ukumkani wakwaYuda, Musani ukumkhalela, nithi, Yoo, mzalwana wam! okanye, Dadewethu! musani ukumkhalela, nisithi: Oh! okanye: Oh uzuko lwakhe!
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Utsho ke ngoko uNdikhoyo ngoJoyakim unyana kaJosiya, ukumkani wakwaJuda, ukuthi: “Akayi kuzilelwa bani xa afileyo; akukho uya kuthi: ‘Yini, mntakwethu! Yini, dade wethu!’ kungekho noya kumlilela esithi: ‘Yini, nkosi yam! Yini, mhlekazi!’